Introduction
Task
Bukela umboniso ofakiweyo ngaphambili uze uphendule imibuzo elandelayo
(Watch the attached previous YouTube video and answer the following questions
1. Ucinga ukuba kwenzeka ntoni kula mfanekiso bhanya-bhanya ?
2. Yintoni intetho?
3. Nika iimpawu zentetho engalungiselelwanga zibe ntathu
4. Yahluke njani intetho elungiselelweyo kwengalungiselelwanga?
5. Ibhalwa njani intetho elungiselelweyo
2( a) Bukela le video ukuze ucacelwe banzi ( Watch the following video that shows an example of prepared speech)
Process
Umsebenzi : UKUBHALA INTETHO ELUNGISELELWEYO (Write a prepared speech on any of the following topics)
Topic 1
Bhalela uMongameli wesizwe intetho azakuyenza kumabonakude emalunga nezinto emazenziwe ukuzama ukunciphisa amathuba osuleleko lwentsholongwane ye Covid-19 .
(Write a prepared speech for President Cyril Ramaphosa, mention how he can encourage the people to decrease the spread of Covid-19)
Topic 2
UMenyiwe ukuba ubesisithethi sobuhlobo kwitheko lokuvuyisana nomhlobo wakho kuba ephumelele kwizifundo zakhe zobugqirha, myale ngeendlela azakuthi adlule kuzo ebomini.
(Your friend has just graduated from medical school, write a speech to congratulate her at her graduation party, tell her about the things she might face in her new path)
Evaluation
Nazi izinto azkuzijonga uTitshala xa ehlola intetho yakho.
(The teacher will look for the following when marking)
- Ubungqina boyilo (planning)
- Imo -ingaba intetho yakho icwangciswe kakuhle (All the steps have been followed)
- Umxholo (Content)
- Ulwimi (Language)
- Iimpawu zokubhala (Spelling)
Conclusion
Bhala isishwankathelo sazo sonke izinto ozifundileyo kwesi sifundo uze uxele eyona nto uthe wayithanda kakhulu kwaye uchaze oko usadinga ukucacelwa kuko.
(Write a summary of what you have learnt in this lesson ,mention your favourite parts of the lesson , also mention things that you still need clarity on)
Teacher Page
Names : Sinovuyo Portia Gada
Student number : 216030706
email : Gadasinovuyoportia@gmail.com or 216030706@mycput.ac.za
class group : 3A