Introduction
Ngaphambili kokuba uqhubeke nomsebenzi qala ubukele olucishilelo lwevidiyo.https://mycputac-my.sharepoint.com/:v:/r/personal/220022259_mycput_ac_za/Documents/VID_20220906_161615~3.mp4?csf=1&web=1&e=oKsfPD
Task
- Lomsebenzi ulindeleke wenziwe ngumntu wonke.
- Ucazululwe ngokwamanqanaba amathathu kwaye kulindeleke ukuba uwuphendule wonke.
- Imiyalelo kunye nezixhobo ezingabaluncedo.
- Yintoni umbongo?
- Zeziphi iindidi zembongi ozaziyo?
- Uhlalutyo lombongo nichonge izofobe kumbongo endinifundele wona egumbini lokufundela othi "IKHAYA LETHU"
Process
- Landela lemiyalelo nganye ngaye.
- Ungalibali ukukhankanya zonke izixhobo oziseneozisenenzisileyo xa ugqibile ngomsebenzi.
- Landela ezizixhobo wandule ubhala ngawakho amazwi ukuba yintoni umbongo ucacisa.
- Iindidi zembongi
Izixhobo eziluncendo
3.Jongani kwezizixhobo zingezantsi ukuba umbongo uhlalutywa njani.
isiXhosa Poetry: Hlalutya umbongo (slideshare.net)
Evaluation
Lomsebenzi uzokwabiwa ngoluhlobo
- Yintoni umbongo?
- Zeziphi iindidi zembongi cacisa gabalala?(3*2 =6)
- Uhlalutyo lombongo( 10)
Amanqaku=[20]
Conclusion
Njengoba ke bafundi nifundile ngohlobo lokuhlalutya umbongo ndifuna ze nihambe niye emakhaya umfundi ngamnye ahlalutye umbongo lo besiwenza apha eclasini uyi Sonethi ,echonga izafobe kwaye eqaqambisa nentsingiselo yombongo lowo. ngethemba lokuba nifunde lukhulu kwindidi zombongo enizifumene kulamakhasi kwaye niyakwazi ukohlula neendidi zembongi.
Credits
Isihobe luncwadi olunesingqisho olubonakalisaintshisakalo esuka emxholweni. Sine ndidi zesihobe Izibongo kwakunyenemihobe nemibongo. kwakunye nendidi zemibongo kwalapha kwisihobe sifumana ezi zinto zilandelayo: iindidi zembongi esithi ukuzikhankanya
1. Imbongi yosiba.
2. Imbongi yomthonyama.
Teacher Page
Ingaluncedo ukuqaqambisa ulwazi kwezemfundo.
- ukufundisa abantwana ukwenza uphando.
- Uphuhliso kwikharityhulam.
- Ukusebenzisa ubuchwephetshe balemihla ngokufumana ulwazi olukhawulezileyo.