Grade 12 IsiXhosa Isihobe

Introduction

Molweni bafundi kwisifunda sethu esigqithileyo besityatyadula kwizigaba zentetho kodwa isifundo sethu ngoku sizakuthi sigxile kwisihobe.

https://youtu.be/Cjf4c9q0Li4 

Task

Phendula imibuzo elandelayo ngokuchanekileyo nacocekileyo.

Umbuzo 1

1.1 Yintoni isihobe?

1.2 Zeziphy intlobo zesihobe? 

1.3 Chaza izikrweqe ezisetyenziswa ngulowo ubanomdla wokudlulisa umyalezo eluntwini?

1.4 Kuthiwa yintoni abantu ababhala oluncwadi?

 

Process

Bafundi bukelani ushicilelo lwevidiyo https://www.youtube.com/watch?v=Eg1-1MLEU0A kunye nenowuthsi ezikwi PDF isahluko 3 kwiphephe 11 ukuya ku20 https://kfmulaudzi.files.wordpress.com/2020/06/isixhosa-poetry-imihobe-yesixhosa.pdf

Evaluation

Imemorandamu

Umbuzo 1

1.1 2

1.2 2

1.3 × 8

1.4 2

Conclusion

Bafundi ndicela nifunde, nibhale nowuthsi ezincwadini zenu nenze nomzebenzi endininike wona nisebenzisa ushicilelo lwevidiyo ukoleka kulwazi olo seninalo. Eyona nto ibalulekileyo bafundi kufuneka nigxile kulomba wesihobe ezonanto zibalulekileyo ekwakhiweni kwesihobe. Yintoni imbangi yokwenziwa kwesihobe kukho intlobo ezinjani kwisihobe ingobani abadidiyeli nezangotshe ezithi zisetyenziswe ngabo.

Credits

kulelinki bafundi kufuneka niphendule imibuzo kwiphepha 6 ukuya kwiphepha 10 https://www.awsumnews.co.za/wp-content/uploads/2020/01/XHOSA-HL-P2-QP-GRADE-12-SEPT-2018-D.pdf

 

Teacher Page

Ngemininingwane ephangaleleyo xhumana

 

Ms A Ngebeza

Inombolo  - 0789844046 ndiyafumaneka kuWhatsapp 9am - 5pm

Imeyile - andisiwengebeza54@gmail.com