Introduction
Kwesisifundo sizakufunda ngeeleta ezimbini, ileta yobuhlobo kunye nesesikweni. Phulaphula levideo ilandelayo uze wenze njengokuba uyalelwe
Task
Funda lamaphepha ambalwa apho kucaciswa khona ukuba kulindeleke ukuba uyibhale njani ileta nganye, emva koko wandule ukubhala umsebenzi owunikiweyo kwincwadi yakho.
https://drive.google.com/file/d/1NTP7zA4ktQG_dsx1HEy8hxGFWmaWpemw/view?usp=drivesdk
Process
Emva komsebenzi owunikiweyo phindela kwiingcukacha ozinikiweyo ngasentla wandule ukuzijonga ukuba zeziphi iimpazamo ozenzileyo.
Evaluation
Amanqaku ozakuwafumana axhomekeke kwiindlela obhale ngayo ileta yakho ngokomyalelo oyinikiweyo
Conclusion
Sizakugqibizela konke okunye okubalulekileyo egumbini lokufundisela. Qinisekisa ke mfundi ukuba uyawenza lomsebenzi phambi kokuba sibuyele eskoloweni