Introduction
Task
Ngolwazi lwakho mfundi ngencwandi obuyifundile, funda le mibuzo wandule ukuphendula.
1. Ukusukela ekuqaleni kwencwadi ukuquka nomphandle wayo, khawusichazele ngesimo sentlalo sale ncwadi?
2. Njengoko ubusele uyifundile le ncwadi khawusibalisele ngokubunjwa kwabalinganiswa kule ncwadi?
3. Amagama akwisihloko sencwadi asetyenziselwe ntoni encwadini?
Process
Abafundi ndifuna baphonononge incwadi yonke ukusukela kwisihloko sencwadi, umfanekiso onaphandle nakwi bali lonke kunye nomva wencwadi.
1.Oku kungentla kuza kubanceda ukuba baqonde ngale ncwadi kwaye bafumane iimpeendulo eziqiqileyo nezi zizo.
2. Jonge intsingiselo yesihloko sencwadi kwaye basiphonononge ukuze bazuze impendulo echanekileyo.
3. Ubuchule bombali abusebenzisileyo ukubumba abalinganiswa kananjalo nokulilandela kwabo igama labo abalinganiswa.
Lo mdlalo ungezantsi ungqamene noko kusencwadini yaye ngumkhomba ndlela woku kuqhubekayo apha ebalini
Evaluation
ukuba abafundi bayilandele yonke imiyalelo bandula ukunika iimpendulo ezi zizo bayakufumana lamanqaku angezantsi
rubric
umbuzo 1 = 15marks
umbuzo 2 = 10 marks
umbuzo 3 = 5 marks
Conclusion
Kwesi sifundo sanamhlanje kunye nomsebenzi osiwenzileyo, yintoni umfundi ngamnye ayizuzileyo.
Umfundi ngamnye athi gqaba gqaba ngemfundiso yale ncwadi nokuba ihluke njani kwindlela ekwenziwa izinto ngayo kwixesha langoku.