Introduction
Task
Funda isichatshulwa esingezantsi wandule ukuphendula imibuzo elandelayo
Uthando ungumntana othanda ukudlala ayikho enye into ayicingayo ngaphandle kokudlala kwaye abazali bakhe babesoloko bekhathazekile bethandaza khona ukuze unyana wabo athande ukufunda incwadi zakhe udade wabo yena wayethanda ukucula umama kathanda wayesoloko esegumbini lokuphekela esenzela usapho lakhe into etyiwayo Utata ka Thando wayesoloko ephangela.
Imibuzo
Chonga Zonke izenzi ozibona kuletekisi (5)
Xela ukuba ezizenzi zikwawaphi amaxesha( 5)
Ingabo Utata ka Thando weyesenzani cacisa impendulo yakho ngoku caphula kumhlathi( 6)
Nika eyona mlinganiswa uphambili ebalini( 2)
Wayekholwa yintoni udade boThando( 2)
Amanqaku ewonke (20)
Sebenza lovimba wolwazi ungezantsi
https://images.app.goo.gl/XTUas5TXCswiAWbH8
Process
Umfundisa ntsapho uyaqubeka nokujonga umgama abafundi abesele bewu hambile ukuzaku Ga ngoku ekufuneni ulwazi uluphangeleleyo malungu nomsebenzi omiselweyo akwajonga ndlela abafundi abazimisele ngayo ukugqiba lomsebenzi kusengethuba unikeza ithuba lokubuza imibuzo esuka kubafundi
Evaluation
Utitshala uzakujonga ezinto zilandelayo xana esenza uhlolo kumsebenzi awunike abafundi
1.ingaba umfundi uwulandele umyalelo
2.indlela asebenzise ngayo ulwimi
3.ukwazile ukukhupha izenzi
4.amaxeshe azenzi uwulandele wona
Conclusion
Umsebenzi ufakiwe Nguye wonke umfundi intsebenziswana ibininzi kakhulu ngoku kushiyeke umfundisi ntsapho ubeye nempendulo esele zihloliwe zabafundi abafundi bakulungele ukubhala iphepha lekota yesithathu
Credits
Umsebenzi wam njengo tistshala osakhulayo uyancomeka
https://mobidrive.com/sharelink/p/3ArHyOqfkPQsNNSu9LU8qc2oVcrS9vwCZaERt…
Teacher Page
Indlela yokubalwa kwamaqaku izakukhokhelwa ngalawo anikiweyo kumbuzo ngamnye
Indlela ekubhalwe ngayo izakunika umfundi amanqaku ongezelelweyo
Ukubhala cacileyo kunika inqaku kumfundi ngamnye