Izibizo ezimbaxa

Task

Taho Abongile

218212348

Umhla : 28 Agasti 2021 

Uvavanyo (test) 

1. Caphula kuzo zonke ezi zibizo isimaphambili kunye nesimamva

UM - people who are NOT relatives

Umfundi (student) um + fundi

Umntu (person)

Umntwana (child)

Umfazi (woman)

Umfana (young man)

ABA - plural of people who are NOT relatives

Abafundi (students) aba + fundi

Abantu (people)

Abantwana (children)

Abafazi (women)

Abafana (young men)

2. Yakha izibizo ezimbaxa ngezizibizo zilandelayo 

ABA - plural of people who are NOT relatives

Abafundi (students) aba + fundi

Abantu (people)

Abantwana (children)

Abafazi (women) 

IMI - plural to things - amahlelo (noun classes)

imisebenzi (works, jobs, exercises) imi + sebenzi

imibuzo (questions)

imililo (fires)

 3. Zakhele amabinzana ezibizo ebemahlanu abonisa izibizo ezimbaxezimba 

I - refers to a thing - amahlelo (noun classes)

iphepha (paper, page) i + phepha

itikiti (ticket)

ivili (wheel)

 

Process

Izibizo ezimbaxa ukuze ube nokuziqwalasela kakuhle kufuneka uqaphele izigaba zentetho zibembini.

Nantsi enye yee Video ezakunceda ekubeni ukwazi ukuqonda vetshe malunga nezibizo ezimbaxa

.https://xh.m.wikipedia.org/wiki/Isibizo

Evaluation

ICANDELO B: IMIHLATHANA EMIDE – 40 AMANQAKU 

ISIQULATHO Khowudi 7 

Balaseleyo 

80% – 100% 

Khowudi 6 

Mfaneleko 

70% – 79% 

Khowudi 5 

Enomthamo 

60% – 69% 

Khowudi 4 

Anele 

50% – 59% 

Khowudi 3 

Phakathi 

40% – 49% 

Khowudi 2 

Buthathaka 

30% – 39% 

Khowudi 1 

Bubhetyebhetye 

00% – 29% 

1. UMONGO,

 UYILO NEMO 

(18 AMANQAKU) 

14½ – 18

Ubungqina bokuceba 

uyilo luvelise iitekisi 

engenazimpazamo. 

Imihlathi ibonakalisa 

ukhwenco olunzulu 

ngesihloko. 

Iingcamango zivuthiwe 

zixhokonxa iingcinga. 

Izivakalisi nemihlathi 

zakhiwe 

ngokunamatheleneyo. 

13 – 14

Ubungqina 

bokuceba uyilo 

luvelise itekisi 

engenazimpazamo 

kwaye bukwavelise 

itekisi eyakhiwe 

ngokupheleleyo. 

Imihlathi 

ibonakalisa 

utolikeko 

oluchanekileyo 

lwesihloko. 

Iingcamango 

zihlakaniphile, 

zinomdla. 

Izivakalisi 

nemihlathi 

zinongqinelwano 

kwaye zahluka-

hlukene.

11 – 12½

Ubungqina 

bokuceba uyilo 

luvelise itekisi 

eyakhiwe 

ngokuncomekayo. 

Imihlathi 

ibonakalisa 

utolikeko 

oluvakallayo 

lwesihloko. 

Iingcamango 

zinomdla, 

zeziqinisekisayo. 

Izivakalisi 

nemihlathi zakhiwe 

kakuhle.

9 – 10½

Ubungqina 

bokuceba uyilo 

luvelise itekisi 

eyanelisayo. 

Imihlathi 

ibonakalisa 

utolikeko 

olwanelisayo 

lwesihloko. 

Iingcamango 

ziqhelekile, 

ziyasilela 

ngobunzulu. 

Izivakalisi 

nemihlathi 

zithande ukuba 

namakhwiniba 

kwiindawana 

ezithile,kodwa 

umhlathana wona 

unembadla.

7½ – 8½

Ubungqina bokuceba 

uyilo luvelise itekisi 

ephakathi kwaye 

bukwavelise itekisi 

eyakhiwe 

ngokulindelekileyo. 

Isiqulatho siqhelekile, 

sinezikhewu 

kunamathelwano. 

Iingcamango uninzi 

lwazo lunxulumene. 

Izivakalisi nemihlathi 

zineemposiso kodwa 

iingcamango 

ziyalandeleka.

5½ – 7

Uyilo okanye 

ucebo alwanelisi 

kwaphela, itekisi 

ayibekelelwanga 

kakuhle. 

Isiqulatho simana 

ukungacaci 

kusilela 

unamathelwano. 

Iingcamango 

zinqongophele 

soloko kuphinda-

phindwa. 

Izivakalisi 

nemihlathi 

zakhiwe 

buthathaka.

0 – 5

Uyilo okanye ucebo 

alukho; itekisi 

ibekelelwe 

ngokutenxileyo. 

Imihlathi ayikho 

mxholweni kwaye 

akukho 

lunamathelwano. 

Iingcamango, 

uphinda-phindo 

zinwenwela kude 

kwisihloko. 

Izivakalisi nemihlathi 

zinobubhutyu-bhutyu 

azingqinelani.

Conclusion

Conclusion

Ndiyathemba ukuba abefundi ekupheleni kwesisifundo bazakube sele bewazi umehluko phakathi kwe Sibizo kunye nesibizo esimbaxa.

Kwaye Abafundi kufanelekile ukuba bakuqonde ukubaluleka kwe Sibizo nezibizo ezimbaxa kunye neezimaphambili zazo kunye neenguqulelo zazo Enkosi. 

 

https://youtu.be/smb_bZpSylw

 

https://youtu.be/a1RSiolY_Lo

 

Credits

https://youtu.be/hKIXNthN9mU

 

https://youtu.be/a1RSiolY_Lo

https://youtu.be/smb_bZpSylw

 

Teacher Page

Webquest is a clear educational site that is easily accessible and knowledgeable.

Email: patrontaho@gmail.com

218212348@mycput.ac.za

 

A. Taho