ISIXHOSA: Isihobe

Introduction

Ngaphambili kokuba uqhubeke nomsebenzi qala ubukele olucishilelo lwevidiyo.https://mycputac-my.sharepoint.com/:v:/r/personal/220022259_mycput_ac_za/Documents/VID_20220906_161615~3.mp4?csf=1&web=1&e=oKsfPD

Task
  • Lomsebenzi ulindeleke wenziwe ngumntu wonke.
  • Ucazululwe ngokwamanqanaba amathathu kwaye kulindeleke ukuba uwuphendule wonke.
  • Imiyalelo kunye nezixhobo ezingabaluncedo.
  1. ​​​​​Yintoni umbongo?
  2. Zeziphi iindidi zembongi ozaziyo?
  3. Uhlalutyo lombongo nichonge izofobe kumbongo endinifundele wona egumbini lokufundela othi "IKHAYA LETHU"
Process
  • Landela lemiyalelo nganye ngaye.
  • Ungalibali ukukhankanya zonke izixhobo oziseneozisenenzisileyo xa ugqibile ngomsebenzi.
  1. Landela ezizixhobo wandule ubhala ngawakho amazwi ukuba yintoni umbongo ucacisa.
  2. Iindidi zembongi 

​​​​​Izixhobo eziluncendo

https://youtu.be/w3A_uHPiTMI

https://youtu.be/0poZ0rAPJmU

https://youtu.be/oKw2DpQHc9w

See the source image

3.Jongani kwezizixhobo zingezantsi ukuba umbongo uhlalutywa njani.     

isiXhosa Poetry: Hlalutya umbongo (slideshare.net)

https://youtu.be/Eg1-1MLEU0A

 

Evaluation

Lomsebenzi uzokwabiwa ngoluhlobo

  1. Yintoni umbongo?
  2. Zeziphi iindidi zembongi cacisa gabalala?(3*2 =6)
  3. Uhlalutyo lombongo( 10)

Amanqaku=[20]

Conclusion

Njengoba ke bafundi nifundile ngohlobo  lokuhlalutya umbongo  ndifuna ze nihambe niye emakhaya umfundi ngamnye ahlalutye umbongo lo besiwenza apha eclasini uyi Sonethi ,echonga izafobe kwaye eqaqambisa nentsingiselo yombongo lowo. ngethemba lokuba nifunde lukhulu kwindidi zombongo enizifumene kulamakhasi kwaye niyakwazi ukohlula neendidi zembongi.

Credits

Isihobe  luncwadi olunesingqisho olubonakalisaintshisakalo esuka emxholweni. Sine ndidi zesihobe Izibongo kwakunyenemihobe nemibongo. kwakunye nendidi zemibongo kwalapha kwisihobe sifumana ezi zinto zilandelayo: iindidi zembongi esithi ukuzikhankanya

 1. Imbongi yosiba.

2. Imbongi yomthonyama.

Teacher Page

Ingaluncedo ukuqaqambisa ulwazi kwezemfundo.

  1. ukufundisa abantwana ukwenza uphando.
  2. Uphuhliso kwikharityhulam.
  3. Ukusebenzisa ubuchwephetshe balemihla ngokufumana ulwazi olukhawulezileyo.