Introduction
Task
Njengoko sesithethile ngeempawu ezifumaneka kuzo zonke iintsomi zesiXhosa, thatha neyiphi intsomi oyithandayo yesiXhosa uze ucazulule isakhiwo sayo uchankcatha kula manqanaba alandelayo:
1. Imfuno (5)
2. Isivumelwano (5)
3. Ukudubaduba (5)
4. Iinzame (5)
5. Isiphumo (5)
6. Ukusinda (5)
Ungalibali ukuchaza isihloko sentsomi yakho.
AMANQAKU [30]
Evaluation
Ndizakuthi ndijonge ezizinto zilandelayo : Isihloko sentsomi, amanqanaba entsomi uwabhale wonke, ingaba uwacacise ngokuchanekileyo kusina na lamanqanaba, upelo kunye nokusetyenziswa kwesixhosa esichanekileyo.
Conclusion
Ndizakuthi ndijonge apho abafundi bakuthi babethakala khona, oku ndizakukufumana xa sele ndifumene umsebenzi wabo Lo siza kuwenza egumbini lokufundela. Ndandule ukuAyina apho nalapho abafundi basekhaya babethakala khona. Ukwenjenjalo ndiyakube ndiyasiqukumbela isifundo ebesiphantsi ko umxholo wosuku, IINTSOMI.
Credits
Amanqaku 30
Teacher Page
Nqontsonqa - Intsomi (Umvolofu ubuyissa isixhiba kuDyakalashi)